Mangaphi aMaxhosas apha kumhlaba oluhlaza

Group Picture

Group Info

[Edit]

Name: Mangaphi aMaxhosas apha kumhlaba oluhlaza
Category: Just For Fun - Fan Clubs
Type: This group is open and anyone is free to join and invite friends.
About: Maqobo nani maqobokazana masizingceni ngobuXhosa bethu nonke bethu namkelekile ukuxoxa nangantoni enifuna ukuxoxa ngayo
Website: n/a

Please login to comment

  • Ndiyazibulisela sizw' esintsundu
    robaido - Posted 11 months ago
  • thyini, molweni bethuna....nam ndikhona apha
    Vicfuture - Posted 13 months ago
  • Ndangena ndiqala kodwa ndingagqibelisi,molweni emaXhoseni!
    britch - Posted 20 months ago
  • Bhotani bantwana be sizwe sika Phalo....
    sterrorist - Posted 22 months ago
  • Molweni bantwana benkosi so what is the main purpose of this group Ndive ukuba kufunwa abaXhosa ndaqonda ukuba soze ndiphoswe. Ndim Sendifikile ninjani?
    mandiso25 - Posted 25 months ago
  • Molweni Bethuna
    pro1984 - Posted 27 months ago
  • aphi na amaxhosa?? babaleka isintu? mna ke ndiyazingca ngobuxhosa bam
    vr6babe - Posted 34 months ago
  • he hake kanti awekho amaxhosa okwangoku okanye anqabile hay ke ndiyathemba ukuba nizo xhaphaka
    inango - Posted 35 months ago
  • he hake kanti awekho amaxhosa okwangoku okanye anqabile hay ke ndiyathemba ukuba nizo xhaphaka
    inango - Posted 35 months ago

Admins

Related Groups

  • christianity

    this group wil be debating on issues on the bible
    Category: Fan Clubs
  • Great Zebra Wannabees..........

    A tribute to all the posers who have shown their willingness to embarass themselves in the past in order to achieve the perfection that is a zebra.
    Category: Fan Clubs
  • DIMIX

    HAVE FUN
    Category: Fan Clubs
  • Salon des Incompetents

    A celebration of failure in our wonderfully beautiful but incompetent country (honorary members include Mbeki and Zuma but Madiba and Graham Smith are excluded)
    Category: Fan Clubs
  • Jesus is Lord for ever

    Jesu died for our sins and rose agian
    Category: Fan Clubs
  • The Wonders of Creation

    Land animals also have much to teach. For example, the small lizard known as a gecko has the ability to climb walls and cling upside down on ceilings. What is the secret ...
    Category: Fan Clubs